SCRF Phillipi
30/06/2022
( Matthew 8:29 )
What do you want with us, Son of God?” they shouted. “Have you come here to torture us before the appointed time?”
29Basuka bakhala besithi, Yintoni na enathi nawe, Yesu, Nyana kaThixo? Apha uzé kusithuhumbisa na phambi kwelona xesha?
Imimoya emdaka yakwazi ukumelana nesigwebo esisuka ku Yesu ngokuba yayiqonda ukuba ixesha layo lokuthuhumbiswa alikafiki.
WENA njengo mntwana ka Thixo uyalazi elakho ixesha, utata wethu u apostle Dr Khanya Maseko usityhilele okukuba sikwi xesha ngoku LOBABALO . Kwaye olubabalo lusifikele nosapho lwase Philippi, wonke umntu wamnkelekile ngalo mgqibelo wange 2 July 2022, 3pm utata wethu uzawbe ezosisikelela. For directions: 4770 Sinqolamthi
Call : 0732980678
04/06/2022
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the place of worship
Telephone
Address
4770 Singolamthi Street, Brownsfarm
Cape Town
Opening Hours
| Monday | 06:00 - 20:00 |
| Tuesday | 06:00 - 20:00 |
| Wednesday | 06:00 - 20:00 |
| Thursday | 06:00 - 20:00 |
| Friday | 06:00 - 20:00 |
| Saturday | 06:00 - 20:00 |
| Sunday | 06:00 - 20:00 |