HUONG MAC
Don't trust this page.
Khanisombilule apha, lomjita ufumene i-clutch.
Lomjita thought that umain main akazofika, wayothatha ukhwapheni.
Now u560 nanko efika njengesqhelo and ufika ukhwaps ethe gabhu ezingubeni.
Now the question is, ngubani ekufuneka egodusiwe ngulo mjita? Ngu 560? Ngukhwapheni? Why?
Imoto is ready phandle for ukugodusa omnye wabo.
What is it going to be for you tonight about being with umntu wakho until tomorrow morning?
1) I know for sure sizakube sikunye
2) I know for sure we will not be together
3) I'm not sure, ndixhomekeke kuye
4) I'll see later if ndiyafuna na ukuba kunye naye
5) Andinaye kwamntu ke mna ke
Ngubani usisi olele yedwa abawela nje ke nokuba kukuqabelisa umlenze? Ndikhona πββοΈ, I'm available.
You know, islender asi control(eki) kwi woman on top.
Si jump(a) ngathi zii popcornsπ€¦ββοΈ
Before you forgive her for cheating on you, just remember that ibikhe yaphuma π, wayibamba ngokwakhe wayibuyisela.
Confession time. Yeyiphi owawukhe wayenza kwezi?
1) Ukuwinwa/ukuwina etywaleni
2) Ukuthengisela indoda iplasi
3) Ukuphika umntwana kanti ngowakho
4) Ukuya kulahla umntwana endlini yendoda or kokwayo
5) Uku cheatela umntu wakho
6) Ukulala nomntu we friend yakho
7) Ukulala ne friend yomntu wakho
8) Ukulala ne cousin yakho
9) Ukujola nomntu ozalana naye
10) Ukuba ne friend with benefits (niyalalana qha)
11) Ukuthengisela indoda umzimba
12) Ukuthenga iimpundu
13) One night stand
Akhomntu uyingelosi ke, so ke iza nezakho iziqebheyi πππ.
Mna as your admin, I'm guilty of 1), 5), 7), 9), 12) & 13)
Ku 1) ke andiseli, qha ndandiyozingela. Kwakukudaaaaaaaaaala ngoko
What is it that you don't like about yourself xa unxilile?
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the establishment
Website
Address
2740 Festival Lane
Dublin, OH
43017